Lonto Ayithiyileyo

Lonto ayithiyileyo
lowo uthixo
Mandihambe (Mandihambe ndiyifuna )
Ngayo intliziyo

Ndize bawo (ndize bawo ndingayezi)
Intsaba intlaleko
Uwubize (Uwubize umsebenzi )
Wosindiso lwakho

Dala umfanekiso (Dal'umfanekiso wakho )
Kuwo umpefumlo
Ndithobele (Ndithobele umoya wakho )
Nguwo isiphephelo

Ndenze kutsha (Ndenze kutsha ndibengcwele )
Ngayoyonk'imikhwa yam
Ndibemuhle (Ndicokise kuphele )
Konke ukungcola kwam

Ndenze kutsha (Ndenze kutsha ndibengcwele )
Ngayoyonk'imikhwa yam
Ndibemuhle (Ndicokise kuphele )
Konke ukungcola kwam

Ndenze kutsha (Ndenze kutsha ndibengcwele )
Ngayoyonk'imikhwa yam
Ndicokise (Ndicokise kuphele )
Konke ukungcola kwam
Amen

Most popular songs of Amadodana Ase Wesile

Other artists of Gospel