Njenge Bhadi Libadula
Njengebhadi libadula
Libadula
Ukufun' umthombo
Iyafuna
Iyafuna njalo Thixo
Njalo Thixo
Intliziyo yam
Bandibuza
Bandibuza ndasibeka
Ndasibeka
Isililo mina
Bakuhlala
Bakuhlala bendibuza
Bendibuza
UnoThixo phi na
Zaphalala
Zaphalala inyembezi
Inyembezi
Ndakuba ndindedwa
Ndakucinga
Ndakucinga ngabaninzi
Ngabaninzi
Abangasekhoyo
Kuba namhla
Kuba namhla ndinje-nje
Ndililolo apha
Ndandisiya
Ndandisiya bezihlwele
Bezihlwele
Kuyo indlu yakho
Lo ubizwa
Lo ubizwa naziinzulu
Naziinzulu
Ngengxangxasi zazo
Bek' ithemba
Bek' ithemba lakho kuye
Lakho kuye
Uthuthuzeleke
Bek' ithemba
Bek' ithemba lakho kuye
Lakho kuye
Uthuthuzeleke
Bek' ithemba
Bek' ithemba lakho kuye
Lakho kuye
Uthuthuzeleke
Bek' ithemba
Bek' ithemba lakho kuye
Lakho kuye
Uthuthuzeleke
Amen