Phefumlela Thixo Wethu
Phefumlela (Thixo wethu)
Thixo wethu (Xa sithathandazayo kuwe)
Phefumlela (Sidanele ubomi ubutsha)
Sidanele (Masikhanyiselwe nguwe)
Siyabuva (Siyabuva ubukho bakho)
Ukho kufu (Ukufuphi kuthi)
Siyaliva (Siyaliv'ilizwi lakho)
Uyathetha (Uyatheth'umoya wakho)
Krestu mthe (Krestu mthetheleli wethu)
Siph'umoya (Siph'umoya ongqinayo)
Asixhase (Asixhase ngenyaniso)
UYesu (Xa isono sihendayo)
Zusi nyame (Zusinyamezele bawo)
Sakuxakwa (Sakuxakwa yintliziyo)
Ethi noko (Nonk'indle iyazi
Ithi ithanda ukungxangxa
Xa singena (Xa singena unguy'umhlobo)
Onoku (Onokuvelana nathi)
Zusincede (Zusincede mthuthuzeli)
Kuphele (Kuphel'izoyiko zethu)
Xa singena (Xa singena unguy'umhlobo)
Onoku (Onokuvelana nathi)
Zusincede (Zusincede mthuthuzeli)
Kuphele (Kuphel'izoyiko zethu)
Amen