Thixo Ulilanga Lethu

Thixo ulilanga lethu
Uyakhanya(Uyakhanya phezu kwethu)
Umpefumlo(Umpefumlo ungabonwa)
Apho (Apho uhambela khona)
Apho (Apho uhambela khona)

Thixo ulikhakha (Thixo ulikhakha lethu)
Asoyiki (Asoyiki ntshaba zethu)
Zonke ziyasongwa (Zonke ziyasongwa nguwe)
Susa ubumnyama (Susa ubumnyama kuwe)
Ukulamba (Susa ukulamba kuwe)

Usiphathe (Usiphathe ngobubele)
Usinike (Usuinike ubungcwele)
Upha (Upha abakukhonzayo)
Uku(Ukuthamsanqele kayo)

Ithamsangqa (Ithamsangqa elikhulu)
Ithamsangqa (Ithamsangqa elinzulu)
Ithemba (Ithemba elikhulu)
Ngokuba (Ngokuba ethanda kuye)

Ithamsangqa (Ithamsangqa elikhulu)
Ithamsangqa (Ithamdangqa elinzulu)
Ithemba (Ithemba elikhulu)
Ngokuba (Ngokuba ethanda kuye)

Most popular songs of Amadodana Ase Wesile

Other artists of Gospel