Una Bantu Bako Thixo

Una bantu(Una bantu bakho thixo)
Ngamaxesha (ngamaxesha onke)
Ubagcina ubancede(Ubagcina ubancede)
Endaweni( Endaweni zonke)

Bakuwela(Bakuwela imilambo)
Ubanabo(Ubanabo wena)
Bakutshiswa(Bakutshiswa yimililo)
Ubanabo(Ubanabo wena)

Abo batshutshiswa(Abo batshutshiswa khona)
Bomelezwa(Bomelezwa nguwe)
Nase marhancweni(Nase marhamncweni thixo)
Bagciniwe nguwe(bagciniwe nguwe)

Bakhangela(Bakhangela kuwe nkosi)
Abobantu(Abobantu bakho)
Babulela(Babulela bakuthembe)
Abobantu(Abobantu bakho)
Amen

Most popular songs of Amadodana Ase Wesile

Other artists of Gospel