Wakrazulwa Ngenxa Yami
Wakrazulwa ngenxa yami
Liwa (liwa laphakade)
Kuze (kuze ndizifihle kuwe)
Nxeba (nxeba lika yesu)
Yeyanina (yeyanina le mikrozo)
Ngelo (ngelo cala lakho)
Yeyegazi (yeyegazi yeyamanzi)
Mandi hlanjululwe( mandi hlanjululwe)
Inyembezi(inyembezi zeminyaka)
Mazi (mazi yive intando yakho)
Nguwe nkosi (nguwe nkosi osusayo)
Zonke izono(zonke izono zomntu)
Andinanto (andinanto esandleni)
Ndize (ndize kanye nkosi )
Sondonele (sondonele ekruvini)
Ekubethelelweni ( ekubethelelweni)
Wakrazulwa ngenxa yami
Liwa (liwa laphakade)
Kuze (kuze ndizifihle kuwe)
Nxeba (nxeba lika yesu)
Amen