Baxakekile Oxam [Too Late For Mama]
Ndithi maye lozo zeyizo mama
Ndithi mana mama zekucepa ada
Ndithi lizo zom yomama zemikodza mama yo
Ndithi lizo zom yomama zemikodza mama
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Iqaqa lazoqikaqika ecangweni laqhawuka uqhoqhoqho mama yo mama
Mama yo mama
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Iqaqa lazoqikaqika ecangweni laqhawuka uqhoqhoqho mama yo mama
Mama yo mama
Igqiha lendlela nguqonqothwane yo
Iqaqa laziqikaqika ecangweni laqhawuka uqhoqhoqho mama yo mama
Laqhawuha uqhoqhoqho mama yo
Laqhawuha uqhoqhoqho
Owu ngamaxoki ngamaxoki uxam iyo
Ngamaxoki ngamaxoki
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Baxakekile oxam
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Igqiha lendlela nguqonqothwane
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Igqiha lendlela yo nguqonqothwane mama
Igqiha lendlela nguqonqothwane
Iqaqa laziqikaqika ecangweni laqhawuka uqhoqhoqho
Igqiha lendlela nguqonqothwane
Iqaqa laziqikaqika
Iqaqa laziqikaqika
Iqaqa laziqikaqika ecangweni
Laqhawuha uqhoqhoqho
Laqhawuha uqhoqhoqho
Laqhawuha uqhoqhoqho
Laqhawuha uqhoqhoqho