Qula [Remix]

Mhhmmm Yehu qula kwedini
Qula kwedini heum
Mhhmmm Yehu qula kwedini
Qula kwedini heum

Xa uyinkwenkwe uzawutshon’ entabeni
Xa ungumuntu uzawutshona lena
Xa ulishangane üye utafamba moyeni

Xa ungumlungu uzawuthona esbhedlela yo
Xa uliChina uzawutshay’ ikarati
Xa ulikwerekwere yo
Angażi mna uzophelelaphi wena

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
Qula (Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

(Qula kwedini)
Qula (Qula kwedini)
(Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

Eyiyeyi xa uyinkwenkwe
Eyiyeyi xa ungum’ ehehe
Uye entabeni yo
Uyobonis’ ubudoda bakho

Eyiyeyi xa uyinkwenkwe
Eyiyeyi xa ungum’ ehehe
Uye entabeni yo
Uyobonis’ ubudoda bakho

Qula qula qula qula
He um quell kwedini
Qula qula qula

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
Qula (Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
(Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

Qula qula qula qula
He um qula kwedini qula
Qula qula qula qula
He um qula kwedini qula.

Eyiyeyi bathi uyinkwenkwe
Eyiyeyi xa ungum’ ehehe
Uzoya entabeni bo
Uyobonis’ ubudoda bakho

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
Qula (Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
(Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
Qula (Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

Trivia about the song Qula [Remix] by Brenda Fassie

When was the song “Qula [Remix]” released by Brenda Fassie?
The song Qula [Remix] was released in 1998, on the album “Memeza”.

Most popular songs of Brenda Fassie

Other artists of Kwaito