Totem

Nkqo, nkqo, nkqo, nkqo, nkqo, nkqo
Nank'umntu enkqonkqoza
Molweni maCirha

Ndiyabulela kuni Cirha
Ntswentswe, Nojaholo, Mhlantla
Qhankqolo, Nyembezana\

Ngokundikhapa kuyo yonke indlela endiyihambayo
Ndinibulela ngayo yonke intliziyo yami
Khawuta, Cirha, Mhlantla, Ntswentswe
Nojaholo
Ndisatshaya

Most popular songs of Jeff

Other artists of Heavy metal music