Ndenzenjani

Nathi

Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani he he he yeyi
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani he he heh yeye
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani

Koluthando ndiboni ngozi
Koluthando ndiboni ntshaba
Zezilungiswe nguwe zonto ndenzenjani
Koluthando ndiboni ngozi
Koluthando ndiboni ntshaba
Zezilungiswe nguwe zonto ndenzenjani

Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani he he he yeah
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani ndingenzanjan
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani he he he yeah
Ndimane ndizibuz ukuthi ndingenzanjani ndingenzanjani

Ndakuhliwa nasisifo ok'amandla angahluthwa
Ndiyazama kodwa ndenzenjani
Yiguqul'eyami njongo yifanise nale yakho
Susa konke ukuthandabuza ndenzenjani

Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani he he he yeah
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani ndingenzanjan
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani he he he yeah
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani ndingenzanjani

Koluthando ndiboni ngozi
Koluthando ndiboni ntshaba
Zezilungiswe nguwe zonto ndenzenjani
Koluthando ndiboni ngozi
Koluthando ndiboni ntshaba
Zezilungiswe nguwe zonto ndenzenjani

Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani ndingenzenjani
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani
Ndimane ndizibuz' ukuti ndingenzanjani he he he yeah
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani ndingenzanjani

Ndimane ndizibuza ukuthi ndingenzanjani hehe he he yeah
Ndimane ndizibuza ukuthi ndingenzanjani

Trivia about the song Ndenzenjani by Nathi

When was the song “Ndenzenjani” released by Nathi?
The song Ndenzenjani was released in 2015, on the album “Buyelekhaya”.

Most popular songs of Nathi

Other artists of Afro-soul