Masibambaneni

[Intro - Salif Keita and Simphiwe Dana]
Africa oh, Afica oh
Africa, Afica
Africa, Africa yeh
Zemk' iinkomo magwala ndini
Zemk' iinkomo magwala ndini
Zemk' iinkomo magwala ndini

[Verse 1 - Salif Keita]
[?]
La Guinée, le Gabon, Sénégal, le Bénin, Yaoundé
Oh, quels beaux pays

[Pre-Chorus]
Zemk' iinkomo magwala ndini
Zemk' iinkomo magwala ndini

[Chorus - Simphiwe Dana]
Masibambaneni, bambane ngezandla
Masibambaneni, bambane ngezandla
Masibambaneni, bambane ngezandla
Masibambaneni, bambane ngezandla

[Verse 2 - Simphiwe Dana]
We maAfrika saxhwithana njena
Wemzi ka Madikizela nilwa ngantoni na?
Zemk' iinkomo magwala ndini!
Zimkile iinkomo zobaba
Zimke namanzi na?
Ndiyabuza zimke namanzi na?
Zimkil' iinkomo zomama
Zimke nezithunzela?
Ndiyabuza

[Chorus - Simphiwe Dana]
(Izandla mazibambane)
Masibambaneni
(Izandla mazibambane)
Bambane ngezandla
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Izandla Mazibambane)
Bambane ngezandla
(Izandla mazibambane)
Masibambaneni
(Izandla mazibambane)
Bambane ngezandla
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Izandla Mazibambane)
Bambane ngezandla

[Verse 3 - Salif Keita]
[?]

[Chorus - Simphiwe Dana]
(Izandla mazibambane)
Masibambaneni
(Izandla mazibambane)
Bambane ngezandla
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Izandla Mazibambane)
Bambane ngezandla
(Izandla mazibambane)
Masibambaneni
(Izandla mazibambane)
Bambane ngezandla
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Izandla Mazibambane)
Bambane ngezandla

Trivia about the song Masibambaneni by Simphiwe Dana

When was the song “Masibambaneni” released by Simphiwe Dana?
The song Masibambaneni was released in 2020, on the album “Bamako”.

Most popular songs of Simphiwe Dana

Other artists of African music