Intliziyo
Ingathi uyibambe ngesandla uyiqinisile intliziyo yam
Ingathi ndiyalibona igazi lisihla ngengalo yakho
Ingathi uyibambe ngesandla awuyicingeli intliziyo yam
Intlungu ndiyayiva ithwani intw'enjena
Sobe ndiphinde ndithembe omny'umntu
Ndibeke ithemba lam komny'umntu emhlabeni
No i will never ndiphinde ndivulele omny'umntu
Enze unothanda ngalendlela owenze ngayo
Ingathi uyibeke ngesandla uyiqinise intliziyo yam
Ingathi ndiyalibona igazi lisihla ngengalo yakho
Ingathi uyibambe ngesandla awuyicingeli intliziyo yam
Intlungu ndiyayiva ithwani intw'enjena
Ndothi ndisheke nantoni na
Ufunxe wonk'umongo
Undikhukhuzile wayophula intliziyo yam
Ukuba bendazi uzandenza nje
Ngenda hambela mgama kuwe
Undonzakalisile wabhatyaza wena
Ngentliziyo yam
Ingathi uyibambe ngesandla uyiqinise intliziyo yam
Ingathi ndiyalibona igazi lisihla ngengalo yakho
Ingathi uyibambe ngesandla awuyicingeli intliziyo yam
Intliziyo yam oh ithwani intw'enjena(ntlungu ndiyayiva ithwani intw'enjena)
Ubokhumbula ivili liyajika
Uzodibana nentanga zakho ngenye imini
Bakubonise
Bakwenjenje
Ingathi uyibeke ngesandla uyiqinise intliziyo yam
Ingathi ndiyalibona igazi lisihla ngengalo yakho
Ingathi uyibambe ngesandla awuyicingeli intliziyo yam
Intlungu ndiyayiva ithwani intw'enjena
Ndoboloza

Ingathi uyibambe ngesandla awuyicingeli intliziyo yam( awuyicingeli)