Imali

We mali wezwi kanotiki undenza ntoni na
Sibulalana ngenxa yakho
Wemali wezwi kanotiki undenza ntoni na
Sibulalana ngenxa yakho

Mali mali mbangi yezono
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali mali mbangi yezono
Sesibulalana ngenxa yakho

Ndixakane neliphupho lam
We mali we mali
Ndahlukene nezihlobo zam
We mali we mali
Amapolitiki nasecaweni
Baxabana ngawe we mali
Na kum uzamile mali
Awuphumelelanga we mali

Mali mali mbangi yezono
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali mali malii
Sesibulalana ngenxa yakho

Mali mali mbangi yezono
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali mali malii
Sesibulalana ngenxa yakho

We mali wezwi kanotiki undenza ntoni na
Sibulalana ngenxa yakho
Wemali wezwi kanotiki undenza ntoni na
Sibulalana ngenxa yakho

Mali mali mbangi yezono
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali mali mbangi yezono
Sesibulalana ngenxa yakho

Ndixakane neliphupho lam
We mali we mali
Ndahlukene nezihlobo zam
We mali we mali
Amapolitiki nasecaweni
Baxabana ngawe we mali
Na kum'uzamile mali
Awuphumelelanga we mali

Mali mali mbangi yezono
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali mali mbangi yezono
Sesibulalana ngenxa yakho

Mali mali mbangi yesono
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali mali mbangi yesono
Sesibulalana ngenxa yakho

We mali wezwi kanotiki undenza ntoni na
Sibulalana ngenxa yakho
Wemali wezwi kanotiki undenza ntoni na
Sibulalana ngenxa yakho

Trivia about the song Imali by Zahara

When was the song “Imali” released by Zahara?
The song Imali was released in 2015, on the album “Country Girl”.

Most popular songs of Zahara

Other artists of Pop