Ndiveze

Ndiv’ingoma ingom’enkulu
Ivela kuwe Nkwenkwezi
Ndiv’ingoma ingom’enkulu
Ivela kuwe Nkwenkwezi
Ndizoqhubeka ndiveze

Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku

Andilovila kaloku
Andingusolalaphi
NdinguMashiy’amahle, Ndlebezintle Zombini
Ndiveze

Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku

Andiboni nzuzo
Andiboni konwaba
Andiboni ntsebenzo
Kodw’ibunzi lam lithe ngqo
Ndiveze

Andiboni nzuzo
Andiboni konwaba
Andiboni ntsebenzo
Kodw’ibunzi lam lithe ngqo
Ndiveze

Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku

Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku

Trivia about the song Ndiveze by Zahara

When was the song “Ndiveze” released by Zahara?
The song Ndiveze was released in 2017, on the album “Mgodi”.

Most popular songs of Zahara

Other artists of Pop