Ndivulele

Kwleli ilizwe ingxaki ndidibene nazo
Insizi ndizibonile nami ndimaphi kanti
Awe ma
Ndifun' inpumelelo yam bebendivalela
Bekuzi nhlebendwana ngegama lam
Ndinethemba ngoba ingomso likhona awe ma

Awe ma kha ndivulele kudala ndizula bo
Awe ma kha undivulele ndiya nqonqoza kuwe bo

Ndiyalibona ilanga
Ndiyayibona inyanga
Sendizofika emdceni
Ndiyabulela kuwe mdali
Ndizoqolela ndisiza bo
Mandifundi kwaszeni ndizosabela
Man ndiyafuna ukuy' elizweni
Lamasi nokusi hi ii

Awe ma kha ndivulele kudala ndizula bo (wemama ye ndivulele ndiyanqonqoza)
Awe ma kha undivulele ndiya nqonqoza kuwe bo (wemama ye ndivulele)

Izint zomhlaba ziyazenzela kum bo awema
Ndiyacinga kubetha nendcinga ngifn' ukuphumela wema
Izint zomhlaba ziyazenzela kum bo wema
Ndiyacinga kubetha nendcinga ngifn' ukuphumela wema

Awe ma kha ndivulele kudala ndizula bo (wemama ye ndivulele ndiyanqonqoza)
Awe ma kha undivulele ndiya nqonqoza kuwe bo (wemama ye ndivulele)
Awe ma kha ndivulele kudala ndizula bo (wemama ye ndivulele ndiyanqonqoza)
Awe ma kha undivulele ndiya nqonqoza kuwe bo (wemama ye ndivulele)
Awe ma kha ndivulele kudala ndizula bo
Awe ma kha undivulele ndiya nqonqoza bo

Trivia about the song Ndivulele by Zahara

When was the song “Ndivulele” released by Zahara?
The song Ndivulele was released in 2017, on the album “Mgodi”.

Most popular songs of Zahara

Other artists of Pop