Umthwalo

C. DLANGWANA, OSCAR MDLONGWA

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun’ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun’ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda

Ndingxanyelwe lixesha
Ubomi buyandixhesha
Ndiyakhubeka
Ndifun’ukuphakama ndifun’ukubaleka

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun’ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda

Emhlabeni kugcwele zizinto
Ezintle nezimbi
Ntliziyo yam bayingxalie
Emhlabeni kugcwele zizinto
Ezintle nezimbi
Ntliziyo yam bayingxalile

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun’ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda a ah ah ah

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun’ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda

Mna mna andifun’ukuzika
Mna mna andifunukweyiswa
Mna mna andifun’ukuzika
Mna mna andifin’ukweyiswa

Umthwalo wam uyandisinda
Awu ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun’ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda

Trivia about the song Umthwalo by Zahara

On which albums was the song “Umthwalo” released by Zahara?
Zahara released the song on the albums “Loliwe” in 2011 and “The Beginning” in 2012.
Who composed the song “Umthwalo” by Zahara?
The song “Umthwalo” by Zahara was composed by C. DLANGWANA, OSCAR MDLONGWA.

Most popular songs of Zahara

Other artists of Pop