Xa Bendingena Mama

Xa bendinomama
Ngesendine tiki eboshwe ngaphambili
Ngokwenene ndiyahamba
Ngokwenene ndibhekegoli sana lwam

Xa bendinomamam
Ngesendineqhiya ebeshwe ngaphambili
Ngokwenene ndiyahamba
Ngokwenene ndibheke goli sana lwam

Ndiyagodol'iyho ma
Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama
Iyho ndiyahamba
Iyho ndibhek’eGoli sana lwam

Ndiyagodol'iyho ma
Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama
Iyho ndiyahamba
Iyho ndibhek’eGoli sana lwam

Xa bendinomama
Ngesendineqhiya ebotshwe ngaphambili
Ngokwenene ndiyahamba
Ngokwenene ndibhek’eGoli sana lwam

Ndithi nxa bendinomama
Ngesendineqhiya ebotshwe ngaphambili
Ngokwenene ndiyahamba
Ngokwenene ndibhek’eGoli mna nosana lwam

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol’incinci nake rhagi mntaka mama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam

Ndiva isikhal'esandohlukanisa nomamam
Andivumi ngosana lwam
Ndiboleken’iduveyi
Incinci naleragi mntaka mama

Ndiva isikhal'esandohlukanisa nomamam
Andivumi ngosana lwam
Ndiboleken’iduveyi
Incinci naleragi mntaka mama

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol’incinci iragi mntakamama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam

Trivia about the song Xa Bendingena Mama by Zahara

When was the song “Xa Bendingena Mama” released by Zahara?
The song Xa Bendingena Mama was released in 2011, on the album “Loliwe”.

Most popular songs of Zahara

Other artists of Pop