Baxakekile Oxam
Ndithi maye lozo zeyizo mama
Ndithi mana mama zekucepa ado
Ndithi lizo zom yomama zemikodza mama
Ndithi lizo zom yomama zemikodza mama
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Iqaqa lazoqikaqika ecangweni laqhawuka uqhoqhoqho mama yo mama
Mama yo mama
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Iqaqa lazoqikaqika ecangweni laqhawuka uqhoqhoqho mama yo mama
Mama yo mama
Igqiha lendlela nguqonqothwane yo
Iqaqa laziqikaqika ecangweni laqhawuka uqhoqhoqho mama yo mama
Laqhawuka uqhoqhoqho mama yo mama
Laqhawuka uqhoqhoqho mama yo mama
Awu ngamaxoki ngamaxoki
Oxam yo
Awu ngamaxoki
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Baxakekile oxam
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Igqiha lendlela nguqonqothwane
Nguqonqothwane
Nguqonqothwane
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Igqiha lendlela yo nguqonqothwane
Igqiha lendlela yo nguqonqothwane
Iqaqa laziqikaqika ecangweni laqhawuka uqhoqhoqho
Igqiha lendlela yo nguqonqothwane
Iqaqa laziqikaqika
Iqaqa laziqikaqika
Iqaqa laziqikaqika
Eqhawukeni laqhawuka uqhoqhoqho mama
Laqhawuka uqhoqhoqho mama
Laqhawuka uqhoqhoqho mama
Laqhawuka uqhoqhoqho mama