Nguwe

(Nguwe s'thandwa nguwe)
(Nguwe ongiphatha kahle)
(Nguwe s'thandwa nguwe)
(Nguwe ongiphatha kahle)

Nguwe oyenz'impilo ibelula
Ndiyakuthembisa soze ndikuphoxe
Nguwe ongilethel' injabulo
Nguwe ongiphatha kahle

Iyelele (Nguwe s'thandwa nguwe)
Nguwe (Nguwe ongiphatha kahle)
Nguwe wena wedwa (Nguwe s'thandwa nguwe)
Nguwe oh oh (Nguwe ongiphatha kahle)

Nguwe (Nguwe s'thandwa nguwe)
Nguwe (Nguwe ongiphatha kahle)
(Nguwe s'thandwa nguwe)
(Nguwe ongiphatha kahle

Abantu abaninzi aph'endleleni
Bahlala bendibuza ukuba ndenza njani na
Ndihlala ndikhazimla
Nabazali bam bayabuza bathi
Kuqhubeka ntoni okanye ndi winni ilotto
Ndihlala ndincumile

Ngoba wena s'thandwa sam (Ngibonga wena s'thandwa sam)
S'thandwa sam (Ngothando uyandijabulisa)
Ngoba wena s'thandwa sam (Ngibonga wena)
S'thandwa sami (Ngothando uyandijabulisa)

S'thandwa sam nguwe (Nguwe s'thandwa nguwe)
Nguwe (Nguwe ongiphatha kahle)
Nguwe wena wedwa (Nguwe s'thandwa nguwe)
Nguwe (Nguwe ondiphatha kahle)

(Nguwe s'thandwa nguwe)
(Nguwe ondiphatha kahle)
(Nguwe s'thandwa nguwe)
(Nguwe ondiphatha kahle)

Nguwe oyenz'impilo ibelula
Ndiyakuthembisa soze ndikuphoxe
Nguwe ongilethel' Injabulo
Nguwe ondiphatha kahle

Iyelele (Ndibonga wena s'thandwa sam)
Sthandwa sami (Ngothando uyandijabulisa)
Iyelele (Ndibonga wena s'thandwa sam )
Sthandwa sami (Ngothando uyandijabulisa)

S'thandwa nguwe (Nguwe s'thandwa nguwe)
Nguwe (Nguwe ondiphatha kahle)
Nguwe wena wedwa (Nguwe s'thandwa nguwe)
Nguwe (Nguwe ondiphatha kahle)

S'thandwa sam nguwe (Nguwe s'thandwa nguwe)
(Nguwe ondiphatha kahle)
(Nguwe s'thandwa nguwe)
(Nguwe ondiphatha kahle)

Trivia about the song Nguwe by Zoo Loo

When was the song “Nguwe” released by Zoo Loo?
The song Nguwe was released in 2013, on the album “A Tribute To - Very Best Of Ntando”.

Most popular songs of Zoo Loo

Other artists of