Umoya Wam

Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha

Hlala nayo Nkosi
Yona iyakusiza
Kuzo zonke inkinga
Ohlangabezana nazo
Mina ngiyazi
Yebo mina ngiyazi
Sekuze kwalapha kunguye uholi wamm
Khuseleko lwami luse zandleni zakho
Hlala kunye nami kuzo zonk'indawo
Noba ngiphila
Ewe noba ngiphila
Ngaso sonk'iskhathi ohlala ndikuthandaza

Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha

Eh moya wami kunomsindisi
Abukho ubunzima
Ongeke ubufeze
Ekuhambeni nasekuphumleni
Uyinkosi yamakhosi ilizwe malimdumise
Kothi kofik'ixesha
Ixesha lokuza khwakhe
Ndobe ngilindile nesibane sami
Ngoba ukholo lwam lobe lufezekile
Ngayo yelo mini yokufika kwakhe (Moya wami)

Moya wam (Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)
Wemoya wam (Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)
Moya wam (Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)
Wolalela uJesu (Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)
Moya wam (Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)
Moya wam (Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)
Moya wam (Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)
Moya wam (Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)

Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha (Wolalela uJesu)
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha (Wolalela uJesu)
Moya wam (Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)
Moya wam (Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)
(Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)

Trivia about the song Umoya Wam by Zoo Loo

When was the song “Umoya Wam” released by Zoo Loo?
The song Umoya Wam was released in 2013, on the album “A Tribute To Rebecca - Gospel Hits, Vol. 1”.

Most popular songs of Zoo Loo

Other artists of