Click Song #2 [Live At Lincoln Center]

Baxabene ooxam
Bexabene ngengxoxo
Bexakwe yingxubaxaka

Hayi baxabene ooxam
Bexabene ngengxoxo
Bexakwe yingxubaxaka

Hayi ke legqi iqheya laxing'eqhingeni
Beliqada mama ngeqotho leqhude
Hayi ke legqi iqheya laxing'eqhingeni
Beliqada mama ngeqotho leqhude

Hayi baxabene ooxam
Bexabene ngengxoxo
Bexakwe yingxubaxaka

Hayi baxabene ooxam
Bexabene ngengxoxo
Bexakwe yingxubaxaka

Hayi ke legqi iqheya ke laxing'eqhingeni
Hayi beliqada mama ngeqotho leqhude
Hayi ke legqi iqheya ke laxing'eqhingeni
Hayi beliqada mama ngeqotho leqhude

Hayi ke legqi iqheya laxing'eqhingeni
Hayi beliqada mama ngeqotho leqhude bo
Hayi ke legqi iqheya laxing'eqhingeni
Hayi beliqada mama ngeqotho leqhude

Hayi baxabene ooxam
Bexabene ngengxoxo
Bexakwe yingxubaxaka

Hayi baxabene ooxam
Bexabene ngengxoxo
Oham ogram
Hoya holala hoham halaham

Trivia about the song Click Song #2 [Live At Lincoln Center] by Miriam Makeba

When was the song “Click Song #2 [Live At Lincoln Center]” released by Miriam Makeba?
The song Click Song #2 [Live At Lincoln Center] was released in 1967, on the album “Miriam Makeba in Concert!”.

Most popular songs of Miriam Makeba

Other artists of World music