Iyaho [Miriam Makeba Golden Collection]

Iyaho, iyaho, iyaho
Tyhini nicinga ntoni?
Iyaho, iyaho, iyaho
Tyhini nicinga ntoni?

Iyo tyhini madoda khanijonge phaya
Kukh'intwazan'entle kunene
Ibizo layo kuthwa nguNonini
Ayo mama intle kunene

Iyaho, iyaho, iyaho
Tyhini nicinga ntoni?
Iyaho, iyaho, iyaho
Tyhini nicinga ntoni?

Iyo tyhini madoda anindiva yini?
Ndinixelel'indaba emandi
Nitheni madoda nicinga ntoni?
Kuba lentwazan'intle kunene

Iyaho, iyaho, iyaho
Tyhini nicinga ntoni?
Iyaho, iyaho, iyaho
Tyhini nicinga ntoni?

Iyo tyhini madoda khanijonge phaya
Kukh'intwazan'enhle kunene
Ibizo layo kuthwa nguNonini
Ayo mama intle kunene

Iyaho, iyaho, iyaho
Tyhini nicinga ntoni?
Iyaho, iyaho, iyaho
Tyhini nicinga ntoni?

Thethani madoda kanti nidinga ntoni?
Kuba lentwazan'intle kunene
Tyhini madod'anindiva yini
Ndinixelel'indab'emandi

Iyaho, iyaho, iyaho
Tyhini nicinga ntoni?
Iyaho, iyaho, iyaho
Tyhini nicinga ntoni?

Trivia about the song Iyaho [Miriam Makeba Golden Collection] by Miriam Makeba

When was the song “Iyaho [Miriam Makeba Golden Collection]” released by Miriam Makeba?
The song Iyaho [Miriam Makeba Golden Collection] was released in 2008, on the album “The Very Best Of Vol 2 1956 -1959”.

Most popular songs of Miriam Makeba

Other artists of World music