Show Me the Way, My Brother (Iph'indlela)

Iph'indlela?
Iph'indlela?
Iph'indlela? Iph'indlela?
Iph'indlela? Iph'indlela?

Xhawulani
Siyahamba ma
Xhawulani
Siyahamba ma
Xhawulani indlel'ebhek'ekhay'eMarabini

Xhawulani
Siyahamba ma
Xhawulani
Siyahamba ma
Xhawulani indlel'ebhek'ekhay'eMarabini

Iph'indlela?
Iph'indlela?
Iph'indlela? Iph'indlela?
Iph'indlela? Iph'indlela?

Woza hamba nami
Weh mntakwethu
Ungibonise yonk'indlela
Yonk'indlela yenkululeko

Woza hamba nami
Weh mntakwethu
Ungibonise yonk'indlela
Yonk'indlela yenkululeko

Iyo, iyo, iph'indlela?
Iyo, iyo, iph'indlela?
Iyo mama iph'indlela?
Iyo mama iph'indlela?
Hayi bo!
Hayi bo!

Iph'indlela?
Iph'indlela?
Iph'indlela? Iph'indlela?
Iph'indlela? Iph'indlela?

Most popular songs of Miriam Makeba

Other artists of World music