Thanayi [Queen of African Music]
Thu lu lu lu lu
Hayi tha la la la
Iye mama kutheni Nomalizo?
Iye mama kutheni weh Nomalizo?
Akatyebang'uNomalungelo inkab'itshonile
Akatyebang'uNomalungelo inkab'itshonile
Xa ungenzanga nto emhlabeni
Kubhetel'ubhubhe mama
Xa ungenzanga nto emhlabeni
Kubhetel'ubhubhe mama
Hayi thanayi bo
Hayi thanayi
Thanayi, thanayi bo
Thanayi bo
Iyo ndanga niyambon'umntanami
Ehlel'emgodini mama
Ndanga niyambon'umntanami
Ezenz'umlungu mama hayi bo!
Akatyebang'uNomalungelo inkab'itshonile
Akatyebang'uNomalungelo inkab'itshonile
Xa ungenzanga nto emhlabeni
Kubhetel'uvume mama
Xa ungenzanga nto emhlabeni
Kubhetel'uvume mama
Iyo thanayi bo
Hayi thanayi
Thanayi, thanayi bo
Thanayi bo
Iyo ndanga niyambon'umntanami
Ehlel'emgodini mama
Ndanga niyambon'umntanami
Ezenz'umlungu mama
Thu lu lu lu lu lu
Hayi tha la la la la la
Iye mama kutheni Nomalizo?
Iye mama kutheni weh Nomalizo?
Hayi bo!