The Click Song [Miri Ma]

Igqira lendlela nguqongqothwane
Igqira lendlela kuthwa nguqongqothwane
Igqira lendlela haya nguqongqothwane (Haya, haya)
Igqira lendlela kuthwa nguqongqothwane (Haya, haya)

Seleqabel'egqith'apha haya nguqongqothwane (Haya, haya)
Selequbul'egqith'apha nguqongqothwane (Haya, haya)

Igqira lendlela nguqongqothwane (Haya, haya)

Seleqabel'egqith'apha haya nguqongqothwane (Haya, haya)
Selequbul'egqith'apha nguqongqothwane (Haya, haya)
Seleqabel'egqith'apha hayo nguqongqothwane (Haya, haya)
Selequbul'egqith'apha nguqongqothwane (Haya, haya)

Trivia about the song The Click Song [Miri Ma] by Miriam Makeba

When was the song “The Click Song [Miri Ma]” released by Miriam Makeba?
The song The Click Song [Miri Ma] was released in 1963, on the album “The World Of Miriam Makeba”.

Most popular songs of Miriam Makeba

Other artists of World music