The Lion Cries (Mbube)

Solomon Linda

[Intro]
Walal'emini sodliw'amathamsanqa, mama
Yeh hay hay hay hay hay
Kutheni ngath'andiva kahle nje, mfowethu?
Yintoni ngathi niyanxila nje?
Ngathi walal'emini sodliw'amathamsanqa, mama
Yeh hay hay hay hay hay

[Verse]
Woya
Yiyo helele uyimbube mama bo
Helele, helele
Ndanxila bo (Mbube hah)
Ndazula mna (Uyimbube hay)
Ndanxila (Uyimbube hay)
Helele mama (Uyimbube hay)
Ndanxila bo (Mbube hah)
Ndazula mna (Uyimbube hay)
Ndanxila (Uyimbube hay)
Helele mama (Uyimbube hay)
Mbube ha uyimbube (Helele, helele, helele)
Bathi uyimbube mama bo (Uyimbube)
Ndazula mama (Uyimbube)
Mbube ha uyimbube (Helele, helele, helele)
Bathi uyimbube mama bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)
Mbube ha uyimbube (Yiyo heh welele)
Uyimbube mama bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)
Mbube ha uyimbube (Yiyo heh welele)
Uyimbube mama bo (Uyimbube)
Ngazula mama (Uyimbube)
Mbube ha uyimbube (Hey, hey, hey)
Uyimbube mama bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)
Mbube ha uyimbube (Hey, hey, hey)
Uyimbube mama bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)
Hayi, hayi, hayi, hayi, hayi, hayi (Mbube)
Hayi, hayi, hayi, hayi, hayi, hayi (Uyimbube)
Uyimbube mama bo (Uyimbube)
Ndazula mama (Uyimbube)
Hayi hayi hayi hayi hayi hayi (Mbube)
Hayi hayi hayi hayi hayi hayi (Uyimbube)
Uyimbube mama bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)
Ndithi ndakuthetha mna (Mbube)
Kwasuka kwanxila amadoda bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)
Ndithi ndakuthetha mna (Uyimbube)
Kwasuka kwanxila amadoda bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)
Mbube ha uyimbube (Hey, hey, hey)
Uyimbube mama bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)
Mbube ha uyimbube (Helele, helele, helele)
Bathi uyimbube mama bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)
Mbube ha uyimbube (Yi, yi, yi, yi)
Uyimbube mama bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)
Mbube ha uyimbube (Yi, yi, yi, yi)
Uyimbube mama bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)

[Outro]
Walal'emini sodliw'amathamsanqa mama
Yiza!
Yeh hay hay hay hay hay

Trivia about the song The Lion Cries (Mbube) by Miriam Makeba

When was the song “The Lion Cries (Mbube)” released by Miriam Makeba?
The song The Lion Cries (Mbube) was released in 1997, on the album “Country Girl”.
Who composed the song “The Lion Cries (Mbube)” by Miriam Makeba?
The song “The Lion Cries (Mbube)” by Miriam Makeba was composed by Solomon Linda.

Most popular songs of Miriam Makeba

Other artists of World music