Wena

Ndingaqala ngaphi
Mna xa ndithetha ngawe mntuwam
Ububele no bubi
Wena wandithanda unconditionally

Thats why ndithanda wena (Sthandwa sam )
Oh ndifuna wena (Lovie wam)
Oh ndithanda wena (Sthandwa sam)
Oh ndifuna wena (Lovie wam)

Ngaphandle kwakho baby kucacile impilo andiyiboni
Kuba baby baby baby mina ngawe lovie ndiyazifela manyani
Sungxama ndivumele ndikhguphe okuphakathi apha kum
Mina nawe ngamathe nolwini

Oh ndithanda wena (Sthandwa sam)
Oh ndifuna wena (Lovie wam)
Oh ndithanda wena (Sthandwa sam)
Oh ndifuna wena (Lovie wam)

Oh ndithanda wena (Sthandwa sam)
Baby ndifuna wena (Lovie wam)
Oh ndithanda wena (Sthandwa sam)
Oh ndifuna wena baby (Lovie wam)

Eh ndithi ndithanda wena (Sthandwa sam)
Oh ndifuna wena (Lovie wam)
Oh oh ndithanda wena (Sthandwa sam)
Oh ndifuna wena (Lovie wam)

Most popular songs of Vusi Nova

Other artists of Pop