Buyisa

Buyisa uthando lwam dali buyisa
Khawuleza
( Amehlo akho)
(Asandibulala)
Nguwe wedwa

Buyisa uthando lwam dali buyisa
Khawuleza
( Uncumo lwakho)
( Lusandibulala)
( Nguwe wedwa)

(Buyisa uthando lwam dali buyisa )
(Khawuleza)
( Amehlo akho)
( Asandibulala )
( Nguwe wedwa)

Buyisa uthando lwakho dali buyisa
Khawuleza
( Uncumo lwakho)
( Lusandibulala)
Nguwe wedwa)

Buyisa uthando lwam dali buyisa
Khawuleza
(Buyisa uthando lwam dali buyisa )
(Khawuleza)
( Amehlo akho)
( Asandibulala )
( Nguwe wedwa)

Buyisa uthando lwam dali buyisa
Khawuleza
(Buyisa uthando lwam dali buyisa )
(Khawuleza)
( Uncumo lwakho)
( Lusandibulala)
( Nguwe wedwa)

( Dali wam)
( Sthandwa sam)
( Dali wam)
( Dali wam)
( Sthandwa sam)
( Dali wam)
(Uhhhu hooo nguwe wedwa)

( Dali wam)
( Sthandwa sam)
( Dali wam)
( Dali wam)
( Sthandwa sam)
( Dali wam)

Most popular songs of Ringo Madlingozi

Other artists of R&B