Ndiyagodola

Ingab' uphi we sthandwa sam
Kuyaband' aph' ekhaya
Zobuya nin, yoh dali wam
Mh, ndiyagodola
Ndiyagodola

Ingub'ezininz azindincedi (oh sthandwa sam)
Noba sendizifudumeza, akusebenzi (oh sthandwa sam)

Ingab' uphi westhandwa sam
Kuyabanda (kuyabanda, kuyabanda)
Hey uzofika nini na
Oh, ndiyagodola
Ndiyagodola

Khawundixelele, mama
(hay, hay, hayi, hayibo)
Awundkhumbuli na wena
(hay, hay, hayi, hayibo)
Khumbul' ingoma yethu, yhoo
Sofa silahlane mna nawe (ndiyagodola)

Khand'bonise, mama
(hay, hay, hayi, hayi bo)
Ndiyilahle phi na le ngoma
(hay hay hayi hayi bo)
Ubusuku bude ukuty' akungeni
Sofa silahlane mna nawe (ndiyagodola)

Most popular songs of Ringo Madlingozi

Other artists of R&B