Ekuseni

Umthandile na ekuseni
Noxa ehlal’ekutyola
Noxa inyani uyazi
Ngab’umthandile na
Umthandile na

Uyamthanda
Ngek’ak'bambe ngo kwakhe
Ngek’azibonakalise
Uzaw'bona nge zenzo uyak’thanda

Uyam'funa
Ngek’ak'fune ngo kwakhe
Ngeke ak'fonele uyak’thanda

Ingaba umthandile
(Umthandile na ekuseni)
Noxa ehlal’ekutyola
Noxa inyani uyazi
Ngab’umthandile na
Umthandile na

Ingaba umthandile
(Umthandile na ebusuku)
Noba sekusola
Noba uyazi umsulwa
Ngab’umthandile na
Umthandile na

Ungam’phikisi na nini na
Yiba naye hamba naye
Yiba naye mphefumlweni
Aw ungalwi naye na nini na

Kub’uyamthanda
Makayazi nguye yedwa
Aw makayazi ubona yena yedwa
Ama xesha onke

Ingaba umthandile
(Umthandile na ekuseni)
Noxa ehlal’ekutyola
Noxa inyani uyazi
Ngab’umthandile na
Umthandile na

Umthandile na ebusuku
Noba sekusola
Noba uyazi umsulwa
Ngab’umthandile na
Umthandile na

Uyazi ndiyakthanda (uh uwahu)
Angeke sahlukaniswe (uh uwahu)

Ndiyabuza
(Umthandile na ekuseni)
Umthandile (uh uwahu)
Baby (uh uwahu)
Ndiyabuza

Umthandile na ekuseni
Noxa ehlal’ekutyola
Noxa inyani uyazi
Ngab’umthandile na
Umthandile na

Umthandile na ebusuku
Noba sekusola
Noba uyazi umsulwa
Ngab’umthandile na
Umthandile na

Ndohlala ndikuthanda
Ndohlala ndikuthanda
Ndohlala ndikuthanda
Ndohlala ndikuthanda baby
(Uyamthanda na)

Most popular songs of Ringo Madlingozi

Other artists of R&B